iiNcwadi
Moja ke mgutyuli!💪🏽, kule page you will find iidownloads zeencwadi ezibambekayo🤘🏾🕺🏽🔥
File Name | Category | Uploader | Downloads | Actions |
---|---|---|---|---|
Akukabikho files kule section mgutyuli, ndicebisa uloge in u uploade ifile so that le tafile ibene items😀 |
Akhonto yo downloada kule section mgutyuli
Ukuze kubekho izinto kule section bhalisa kule site then u uploade izinto for le section mtasekhaya
Page 1
Le website ngesNgesi sithi yiFile Sharing website for abantu base Eastern Cape
Ayika gqitywa ntozakuthi kodwa Lena yi website eyenzelwe abo bathetha ulwimi lwesiXhosa ingakumbi abo base Eastern Cape province yakweli lase South Africa. Sizama ukwakha isizwe kwezobu chwephesha bantakwethu.Ngumqweno wethu ukuba nabanye bavele nezabo iinitiatives eziphuhlisa isizwe sabantsundu. Ngalawo sithi makwande apho nithatha khona kudede ubumyama kuvele ukukhanya, Canmagu ntozobawo.