Welcome emGutyulweni, the place for free Downloads no Lwazi😁

Tyhin molo nantsika, wamkelekile emgutyulweni 😛, apho ku downloadwa khona into zasmahla and also learn new things 💪🏽. Make yourself at home tshomam and browse iisections okholwa zizo apha ngezantsi💚.

Umculo

Gutyula okanye umamele umculo walapha ekhaya okanye owa pheshey apha.

Ngena

iiApps ezi tshisayo

Gutyula apha ii apps zakho ozithandayo ezivela kwabanye abagutyuli.

Ngena

Memes

Buka okanye uposte iipictures ezihlekisayo apha.

Ngena

Exam Papers nee Memo

Gutyula iipast exam papers ezihamba nee memo zazo apha

Ngena

Free Books

Gutyula iiPDF kunye nee Ebooks zeencwadi zemfundo okanye ezolonwabo apha.

Ngena

Courses

Buka, Funda okanye gutyula iicourses zezifundo ezininzi apha.

Ngena

Videos

Bukela okanye ugutyule iivideos.

Ngena

Movies

Bukela okanye ugutyule iimovies ezintsha kunye nezindala, ezalapha ekhaya okanye ezaphesheya apha.

Ngena

Documents nee Forms

Gutyula iiforms kunye nee document templates eziqhelekileyo apha.

Ngena

Umpixo

Gutyula iigames ozithandayo ze foun okanye eze compyutha apha.

Ngena

Indaba

Gutyula iindaba ezi fresh apha.

Ngena

Le website ngesNgesi sithi yiFile Sharing website for abantu base Eastern Cape

Ayika gqitywa ntozakuthi kodwa Lena yi website eyenzelwe abo bathetha ulwimi lwesiXhosa ingakumbi abo base Eastern Cape province yakweli lase South Africa. Sizama ukwakha isizwe kwezobu chwephesha bantakwethu.Ngumqweno wethu ukuba nabanye bavele nezabo iinitiatives eziphuhlisa isizwe sabantsundu. Ngalawo sithi makwande apho nithatha khona kudede ubumyama kuvele ukukhanya, Canmagu ntozobawo.